Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - AMAPANYAZA

View descriptionShare

Inkulubaphathiswa yaseGauteng uPanyaza Lesufi, ibhengeze ukubhangiswa kwamagosa alwa nolwaphulo mthetho eRhawutini nabesaziwa ngegama lamaPanyaza. Oku kuza emva kokuba i-ofisi yomkhuseli woluntu ifumanise ukuba ukusungulwa kweliqela kwakungekho mthethweni. U-Phanyaza uthi la magosa azakufumana uqeqesho kangangeenyanga ezilishumi elinesibhozo ukuya kwezingamashumi amathathu anesithandathu, ukuze babe yinxalenye yamapolisa ezendlela eGauteng, abanye bathunyelwe kwicandelo lezokhuseleko. Eli qela AmaPanyaza, nelasungulwa ngo-2023, liye lajamelana neengxaki eziqhubekayo malunga nokuba semthethweni kunye nendima yalo kwicandelo lonyanzeliso lomthetho.... 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,954 clip(s)