Obesakuba ngusekela mkomishinala wamapolisa kwicandelo elinika inkxaso kuluntu, amapolisa kwakunye neenkqubo zemihla ngemihla Francinah Vuma, uthi wayenqunyanyisiwe de kwafikelela ixesha lokuthatha umhlala phantsi kulo nyaka. U-Vuma uthi waanqunyanyiswa ngumkomishinala wamapolisa kuzwelonke onqunyanyisiweyo naye, uFabbie Masemola, ngo 2022. Unikezela ngobungqina phambi kwekomiti yethutyana epalamente, nephanda urhwaphilizo kwakunye nongenelelo lwepolitiki kwicandelo lezobulungisa.

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 75
04:41

ZIBUZWAKUTHI - EC SCHOOL
06:42

LAPHUMA - POLICE SPECIALISED UNITS
32:05