Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - 16 DAYS

View descriptionShare

Namhlanje lusuku lokuqala uMzantsi Afrika uqwalasela iphulo leentsuku ezilishumi elinesithandathu elichasene nempathombi ngakumanina kunye nabantwana, nelibizwa i-16 Days of Activism. Ngolwesihlanu kwiveki ephelileyo umongameli uCyril Ramaphosa wenze isibhengezo sokuba impathombi esekelezelwe kwisini yintlekele kazwelonke, emva kwezimelelo kuquka noqhankqalazo kwilizwe jikelele lunyanzelisa oku. Imibutho yoluntu ithi emva kwesisibhengezo kufuneka kubekho isicwangciso esicacileyo, neendlela zokuthintela impathombi. Noxa nje amanye amatshantliziyo ethandabuza ixesha lesisibhengezo, amanye asivuyele.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene Current Affairs

    1,333 clip(s)

  2. SABC News Podcasts

    20,900 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,722 clip(s)