Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

LAPHUMA- RAMA VS TRUMP MEETING

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,631 clip(s)
Loading playlist

Umongameli Cyril Ramaphosa uxelele umongameli waseMelika uDonald Trump ngethuba lendibano noonondaba eWhite House ukuba akuhlaselwa kubulawe abantu abamhlophe ngobuninzi eMzantsi Afrika. Aba mongameli bathethe noonondaba ngaphambili kokubamba iingxoxo zabucala eWhite House. Abathunywa boMzantsi Afrika baquka abaphathiswa, oosomashishi, iimanyano zabasebenzi nabadlali begalufa abaziwayo. Umongameli Ramaphosa uthi ulwaphulomthetho eMzantsi Afrika luchaphazela zonke iintlanga. Oku kuza nanjengoko kuthe tshitshilili ulwazi olungeyonyani ngoMzantsi Afrika eMelika lokuba kubulawa amafama amhlophe kweli lizwe. Ukushukuxa le ndibano, sihleli neengcali zethu kwimiba yopolitiko, ugqirha Ongama Mtimka kwakunye nonjingalwazi Ntsikelelo Breakfast...

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,023 clip(s)