Ligxothiwe nguRhulumente weli igosa eliphezulu lozakuzo lakwaSirayeli eMzantsi Afrika, uArieil Seidman. Oku kuza nanjengoko isebe lobudlelane namazwe ngamazwe lazise uRhulumente welalizwe ngesigqibo sokuchaza uSeidman njengomntu ongamkelekanga kweli (persona non grata), ze lamnika iintsuku ezintathu ukuba aphume aphele eMzantsi Afrika. Eli nyathelo liza emva kweziganeko eziliqela zokunyhashwa kwemithetho enika umkhombandlela ngentsebenziswano yamazwe ngamazwe nguSeidman, kuquka nokusebenzisa kwakhe amaqonga onxibelelwano akwaSirayeli ukuthuka uMongameli weli, uCyril Ramaphosa, nokusilela ukwazisa uRhulumente weli ngotyelelo ekutyholwa ukuba lwenziwe ngamagosa aphezulu ebuRhulumenteni kwaSirayeli, kweli lizwe.

ZIYAWOYIKA UMBETHE - BLACK HAWK FOUNDATION
04:21

ZIYAWOYIKA UMBETHE - BOOK REVIEW - THIS COUNTRY HATES OUR MEN
05:05

APHA - SA LEARNERS VS FOREIGNERS PLACEMENT
27:28