Kubhubhe abakhwetha abahlanu eMpuma Koloni, susela oko kuqale ixesha lolwaluko lasehlotyeni. Ngokwengxelo, abo bathe basweleka, abanye babo baphuma kumasipala ombaxa waseBuffalo City, kwisithili sase OR Tambo, kwakunye nakwingingqi yase Chris Hani. Umphathiswa wesebe lemicimbi yemveli nentsebenziswano kuzwelonke, uVelenkosini Hlabisa, umemelela ukuba kuvalwe iindawo zolwaluko ezingekho mthethweni ngokukhawuleza, esithi urhulumente, akazukunyamezela ukubekwa emngciphekweni kobomi bamakhwenkwe asesuthwini.

ZIBUZWAKUTHI - LEKOTA
07:27

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 71
06:20

ZIBUZWAKUTHI - COLLAPSE PUBLIC WORKS
10:15