TRUNEWS @6 - Reported cases of gastrointestinal illnesses among students at Rhodes University in Makhanda in the EC

 

Luyaqhuba uphando kwiYunivesithi iRhodes, eMakhanda kwiMpuma Koloni, kulandela ukugula kwabafundi abangaphezulu kwekhulu sisigulo apho abanye bebetyatyaza, bambi belunywa sisisu behlanza. Ngokwangoku awukaziwa unobangela woku. Ingxelo ekhutshwe leliziko ithi lenza konke okusemandleni ukuqinisekisa ukuba amanzi abawaselayo akhuselekile kwaye nokutya kwabo kusemgangathweni. Intatheli yethu uLubabalo Dada ebetyelele eMakhanda. U-Amanda Xhala sikwamkele Lubabalo...