TRUNEWS @6 - Analysing the revised White Paper on Local Government 2026

 

Analysing the revised White Paper on Local Government 2026 

Izolo sincokole nomphathiswa wesebe lorhulumento ngobambiswano malunga noxwebhu oluphononongiweyo olubizwa iWhite Paper, oluzakubona kusenziwa utshintsho olukhulu koomasipala beli. Umphathiswa uVelenkosini Hlabisa uthe oku kukucwangcisa kwakhona (reset) oomasipala beli kuba kubonakala ukusilela kwe White Paper eyaqulunqwa ngo1998. Uthi baphelisa into abayibiza ngokuba yi "one-size fit all approach", ukuze oomasipala baxhaswe ngokwezidingo zabo endaweni yendlela enye yokubaxhasa ngemali neyolawulo. Ukuhlalutya banzi olu xwebhu, ingakumbi kumba wenkwinkxaso-mali kamasipala nohanjiso lweenkonzo, u-Amanda Xhala uncokole nengcali kwimiba yorhulumento, uSandile Swana...