trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRUNEWS@6-IEC calls on political parties to comment on draft Code of Conduct Countering Disinformation document gazetted in Parlianment

View descriptionShare
 

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
849 clip(s)
Loading playlist

INTRO: Ikomishoni yonyulo ezimeleyo imemelela yonke imibutho yezopolitiko, abagqatswa abazimeleyo kunye nabavoti ngokubanzi, ukuba banike uluvo lwabo ngomgaqo ochasene nokupapashwa okanye ukusasazwa kweenkcukacha ezingeyonyani. UMzantsi Afrika unikwa de ibe ngumhla wamashumi amabini ananye kule nyanga ukufaka olu luvo. Ikomishoni ithi abemi beli bonke kufuneka bazi ukuba ukuthintela iinkcukacha ezingeyonyani, luxanduva lommi wonke weli. Ngokukhupha iinkcukacha eziyinyani nokwala ukukhupha iinkcukacha ezingeyonyani, ngaloo ndlela uqinisekisa ukuba inkqubo yonyulo yinkqubo engenamakhwiniba. UAmanda Xhala uncokole  nongusekela-mlawuli kwa-IEC kwiphondo iMpuma Koloni, u Masindi Mosehana..... 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,303 clip(s)