Onke amehlo ngoku ajonge kunyulo loomasipala apho abemi beli bezakuzikhethela ooceba babo noosodolophu abanqwenela ukuba babakhokhele, bafezekise izidingo zasekuhlaleni. Sithe makhe sijonge umsebenzi wezithembiso zonyulo, iimanifesto ukutsho. Ingaba zisasebenza ukukhuthaza iivoti zoluntu? Abanye bathi abasenamdla wokumamela ezizithembiso kuba oosopolitiki abazigcini izithembiso zabo. Ukushukuxa lo mba, uAmanda Xhala uncokole nomhlalutyi wezopolitiko, uSandile Swana...

TRUNEWS @6 - NMBM welcomes TrackAdapt Project aimed at strengthening climate resilience in NMB
08:42

NEWS REVIEW| SA government's intervention to address water crisis in municipalities
56:19

INTERCHANGE-Appendix Cancer Awareness Month
08:32