Inyanga yeThupha yinyanga apho kuqatshelwa isigulo somhlaza wethunja, obizwa iAppendix Cancer. Injongo yoku kukunceda uluntu ukuze luwuqonde lomhlaza unqabileyo nothi ufumaneke sele konakele kwaye ubani engawulindelanga. Iingcali zempilo zithi abantu abaninzi azange beva ngalomhlaza de kube kanti ubachaphazele okanye ufunyaniswe kwisizalwane. UAyabonga Kekana uncokola nophuma kwi Dr B Talks, uGqirha Luvuyo Bayeni.

TRUNEWS @6 - SA businesses lose billions of rands due to US trade tariff hikes
06:33

TRUNEWS@6-Analysis on the Concourt judgement
11:17

TRUNEWS @6 - ANC members and supporters excited about the Concourt judgement
02:27