Mphulaphuli unalo ulwazi ngento ekuthiwa yi-Confidence Gap okanye i-Imposter Syndrome? Ayisosifo! Kodwa yinto echaphazela uninzi lwabantu. Ukungazithembi kwizakhono namendu onawo. Ukubanoloyiko lokoyika ukufeda, ukuhlazeka nokuhlekwa xa unongaphumeleli koko ukwenzayo. Oku isenokuba semsebenzini, esikolweni nakwizicwangciso zakho ngobomi. Ingaba ibangelwa yintoni lento kwaye ingancedakala njani? Emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe oyi Career Consultant kunye neLife Coach, uGqirha Sanele Gamede…

TRUNEWS @6 - Political conflict in the DRC a huge challenge in the fight against the spread of Ebola
12:59

TRUNEWS @6 - The ANC has opened public nominations for its centralised selection process for mayoral candidates ahead of the 2026 local government elections
05:43

TRUNEWS @6 - SAQA removed more than 1 100 outdated "legacy" qualifications from the national register
09:26