trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Political conflict in the DRC a huge challenge in the fight against the spread of Ebola

View descriptionShare
 

Imfazwe yobuzwe, ukungazinzi kobukhonkeli norhulumento, kuquka namaqela abavukeli kwilizwe iDemocratic Republic of Congo, kwenza kubenzima ukuba ela lizwe liqubisane ngokuyimpumelelo nengxaki yokunwenwa kwentsholongwane i-Ebola. Le ntsholongwane iluhlobo olutsha nolwahlukileyo, i-Bundibugyo, sele ibulele abantu abayi-131 kwela lizwe. Umbutho i-World Health Organization ubhengeze ezokuba esi sifo sisachaphazela ela lizwe okwangoku, hayi ihlabathi liphela. Oko kubhengezwa kubizwa ngokuba yi-Epidemic. U-Amanda Xhala uncokole nomphandi wemiba yembali nopolitiko kwizwekazi i-Afrika nophuma e-UNISA, uAdvocate Sipho Mantula…

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,238 clip(s)