Kwinkqubo-ndaba uNews Review sikuphathela ingxoxo-mpikiswano yamaqela ezopolitiko angenele unyulo loomasipala luka-2026 kwinqila i-OR Tambo eMpuma Koloni. U-Ayabonga Kekana no-Esona Funeka basiphathele lenkqubo...