Uphando lwakutshanje lubonisa ukuba bangaphezulu kwe-60% abantwana besikolo abasebenzisa inkqubo yekhompyutha ebizwa iArtificial Intelligence, i-AI ngamafuphi, uninzi lwabo besebenzisa le AI kwimisebenzi yabo yesikolo, ukusuka kuphando ukuya ekusombululeni iingxaki zezibalo. Ingaba oku kuthetha ntoni ngesakhono sokucinga nzulu nakuphuhliso lwengqondo yabantwana? Ingaba i-AI iyanceda ekufundeni okanye iyawadodobalisa amandla okucinga ngokuzimeleyo? Ukusabela banzi, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba engqamene nezobuchwepheshe uChuma Memela, kunye noyigcali kwimiba yezemfundo uNomandla Singeni…

INTERCHANGE - The Eastern Cape Film Festival hosts the "Showcase" in Kariega to identify, upskill and showcase talent local communities
07:15

INTERCHANGE - A review of Sipho Tshaka's book titled: The Dark Side of Campus Life, that exposes the realities of lives lived by students in higher learning institutions
04:48

TRUNEWS @6 - Minister of Justice and Constitutional Development, Mmamoloko Kubayi, has officially released the Protected Disclosure Bill.
05:43