I- Eastern Cape Film Festival ivula iqonga lokuphulisa iitalente nezakhono kwicandelo lobugcisa, ingakumbi kumagcisa aphuma kwimimandla efana neelokishi kunye neelali, nokuba kunikezwe ithuba lokuba amagcisa ngokucula, abadlali beqonga, namaqhula, abalise amabali eendawo abasuka kuzo; bekwenza oko kwiindawo ezo baphuma kuzo. Eli liqonga livulelwa uluntu namagcisa aseKariega, eMpuma Koloni, namhlanje, kwaye alijolisanga kulonwabo nje, kodwa likwaxhobisa abaqulunqi bemidlalo yeqonga, namagcisa ngomsebenzi okweli candelo. Emnxebeni uAyabonga Kekana uncokola nomlawuli we-Eastern Cape Film Festival, uNceba Mqolomba…

NEWS REVIEW - Growing use of AI among school learners and its potential impact on their critical thinking and cognitive development
52:49

INTERCHANGE - A review of Sipho Tshaka's book titled: The Dark Side of Campus Life, that exposes the realities of lives lived by students in higher learning institutions
04:48

TRUNEWS @6 - Minister of Justice and Constitutional Development, Mmamoloko Kubayi, has officially released the Protected Disclosure Bill.
05:43