trufm Current Affairstrufm Current Affairs

NEWS REVIEW - Growing use of AI among school learners and its potential impact on their critical thinking and cognitive development

View descriptionShare

Uphando lwakutshanje lubonisa ukuba bangaphezulu kwe-60% abantwana besikolo  abasebenzisa inkqubo yekhompyutha ebizwa iArtificial Intelligence, i-AI ngamafuphi, uninzi lwabo besebenzisa le AI kwimisebenzi yabo yesikolo, ukusuka kuphando ukuya ekusombululeni iingxaki zezibalo.  Ingaba oku kuthetha ntoni ngesakhono sokucinga nzulu nakuphuhliso lwengqondo yabantwana? Ingaba i-AI iyanceda ekufundeni okanye  iyawadodobalisa amandla okucinga ngokuzimeleyo? Ukusabela banzi, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba engqamene nezobuchwepheshe uChuma Memela, kunye noyigcali kwimiba yezemfundo uNomandla Singeni… 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,203 clip(s)