Iziko iAllan Grey Orbis Foundation limemelela kubafundi bezikolo zamabanga aphakamileyo kwingingqi yamazwe akumazantsi e-Afrika ukuba bangenele ukhuphiswano olubizwa nge-Allan Gray Entrepreneurship Challenge. Olu khuphiswano luvuleleke kuzo zonke izikolo zamabanga aphezulu eMzantsi Afrika, kwaye kwezinye izinto ligxile ekufundiseni abantu abatsha ngotyalo-mali noshishino. U-Ayabonga Kekana uncokole nophuma kweli ziko uWande Madikane...

TRUNEWS @6 - Election Wednesday: Youth vote matters
08:40

TRUNEWS @6 - Eastern Cape Govt marks Youth Day in Emaxesibeni (Mt Ayliff) Rural area in Alfred Nzo district municipality
05:33

TRUNEWS @6 - We analyse President Cyril Ramaphosa's Youth Day Speech
09:14