INTERCHANGE-EC film production, Village Cinema Line (Pty) Ltd, to bring EC stories to the world
Inkampani ezimeleyo evelisa imiboniso bhanyabhanya iVillage Cinema Line (Pty) Ltd, eMpuma Koloni, ingena kwisigaba esitsha sokwandisa imiboniso yalapha ekhaya, ukuveza awona mabali okwenyani eMpuma Koloni kubabukeli boMzantsi Afrika nangaphandle. Kungokunje lenkampani iqhuba amaphulo aliqela okuvelisa imiboniso bhanyabhanya kuquka amabali . UAmanda Xhala uncokola nomvelisi nomseki walenkampani, uLukhanyo Manyangaza




