INTERCHANGE| Dr Noma Mbeki Foundation offers bursaries academically and financial deserving students.
Njengoko abafundi bebanga leshumi bebhala iimviwo zokuphela konyaka, kuninzi okuthi kubehlele ngelixesha okufana noxinezelelo lwengqondo, umva ndendwa kwakunye noloyiko, uninzi lwabo luye ludinge ukunakekelwa kwakunye nenkuthazo. Abanye babo baphuma kumakhaya ekungekho zinzo nto leyo ethi ichaphazele indlela abaqhuba ngayo kwizifundo zabo. IDr Noma Foundation ingenelela ngokuthi incedisane naabo badinga uncedo kwaye inikezele ngee bursary zokubaxhasa kwizifundo zabo zemfundo enomsila. Ukuva banzi ngelinyathelo, emnxebeni sinaye uGqirha Noma Mbeki ophuma kweli ziko...




