Kukho ingxelo yeEqual Education ephakamisa inkxalabo enkulu ngomgangatho wezikolo zaseMpuma Koloni. Ngokweenkcukacha zeSebe lezeMfundo yi25% yezikolo zeli phondo ezikwimeko embi kakhulu. Kwezinye abafundi banyanzeleka ukuba bafundele kumagumbi angakhuselekanga nadilikayo, kwaye ezinye ezikolo azinawo nombane. Ukanti emxebeni kungokunje uAmanda Xhala ubambe othethela isebe lezeMfundo kweli phondo uMalibongwe Mtima...

TRUNEWS @6 - Political conflict in the DRC a huge challenge in the fight against the spread of Ebola
12:59

TRUNEWS @6 - The ANC has opened public nominations for its centralised selection process for mayoral candidates ahead of the 2026 local government elections
05:43

TRUNEWS @6 - SAQA removed more than 1 100 outdated "legacy" qualifications from the national register
09:26