SABC Iindaba
SABC News in isiXhosa, bringing you the latest news, current affairs, elections and stories from South Africa and around the world.301 clip(s)
Loading playlist
Emva konyulo loorhulumente basemakhaya luka-2026, umbutho iDemocratic Alliance uvele njengowona mbutho mkhulu wezopolitiko eRhawutini nase-Ekurhuleni, kwiphondo iGauteng. Kodwa ngaphandle kokukhokela ngeevoti koomasipala abambaxa baseGauteng, lo mbutho awuphumelelanga ngesininzi, nanto leyo ikhokelele ukuba uhlale iingxoxo zokuseka urhulumente wendibanisela. ERhawutini, iDA ifumene izihlalo zooceba ezingamashumi alithoba ananye, iANC yafumena izihlalo ezingamashumi amathandathu anesithathu, logama iActionSA ifumene izihlalo ezingamashumi amane anesithathu. Kwingxelo ka Zine Buthelezi, masive nanku uAlice Koko-Matshoba...



