Ukulawula ngendibanisela kuzakuba yinto ezakuqheleka kweli lizwe. Nanjengoko iingomasipala abalishumi elinanye abangaphunyelelwanga ngesininzi kwiphondo loMntla Ntshona, imibutho emine emikhulu kweli phondo ibhenele koondlunkulu bayo ukuze bancede kwiingxoxo zokulawula ngendibanisela. EMahikeng nelikomkhulu leli phondo kubonakala ukuba abavoti bavote begxile kwimiba engonikezelo lweenkonzo. USimthandile Ntobela uza nengxelo....



