


SABC Iindaba
Playlist by SABC Iindaba - isiXhosa
SABC News in isiXhosa, bringing you the latest news, current affairs, elections and stories from South Africa and around the world.301 clip(s) in playlist

TRUNEWS@6-ANC in Gauteng says its guidelines on the selection of councilor candidates, has helped to produce competent ward councillors
Umbutho we ANC kwiphondo laseGauteng, uthi imigaqonkqubo yayo yokuchonga abagqatswa booceba incedile ekuveliseni ooceba beewadi abanezakhono zokwenza umsebenzi, ntoleyo enokubenza babe ngamalungu ekomiti kasodolophu. I ANC ayinazo izihlalo zebhunga koomasipala abambaxa abathathu kweli phondo, emva…
02:45
APHA - TOPIC - 137 HUNG COUNCILS #LGE26
INTRO: Unyulo looRhulumente basemakhaya lushiye oomasipala abalikhulu namashumi amathathu anesixhenxe kweli bengenambutho uphumelele ngesininzi sokulawula uwodwa. Oku kuthetha ukuba ngoku imibutho yezopolitiko kwabamasipala kufuneka ibambe iinkqubo zothethathethwano ukuseka ooRhulumente boqhogwano,…
27:37
LAPHUMA - JHB EKURHULENI
Emva konyulo loorhulumente basemakhaya luka-2026, umbutho iDemocratic Alliance uvele njengowona mbutho mkhulu wezopolitiko eRhawutini nase-Ekurhuleni, kwiphondo iGauteng. Kodwa ngaphandle kokukhokela ngeevoti koomasipala abambaxa baseGauteng, lo mbutho awuphumelelanga ngesininzi, nanto leyo ikhokel…
02:52
LAPHUMA - COALITIONS NW
Ukulawula ngendibanisela kuzakuba yinto ezakuqheleka kweli lizwe. Nanjengoko iingomasipala abalishumi elinanye abangaphunyelelwanga ngesininzi kwiphondo loMntla Ntshona, imibutho emine emikhulu kweli phondo ibhenele koondlunkulu bayo ukuze bancede kwiingxoxo zokulawula ngendibanisela. EMahikeng nel…
04:12
LAPHUMA - ETHEKWINI COALITION
Amaqela ezopolitiko alungiselela iingxoxo zokulawula ngendibanisela kumasipala ombaxa eThekwini KwaZulu-Natal, apho kungekho qela liphumelele ngesininzi kunyulo loomasipala luka2026. IMK Party ibelelona qela liphumelele ngeevoti ezininzi, kodwa ukuseka kwayo urhulumente kuxhomekeke kwiingxoxo naman…
06:31
LAPHUMA - COUNCIL NEW COMERS (discussion)
Sixoxa ngefuthe elinokwenziwa yimibutho yabarhafi noluntu emabhungeni emva kokufumana izihlalo kunyulo....
27:01
ZIBUZWAKUTHI - ETHEKWINI #LGE26
Nanjengoko kungekho-mbutho ofumene isininzi seevoti kunyulo loorhulumente basemakhaya ngo-2026 kwiphondo iKwaZulu Natal, kungokunje ulawulo lomasipala waseThekwini luxhomekeke kwiingxoxo ezizakuqhuba zorhulumente wendibanisela.
04:00
ZIBUZWAKUTHI - MUNICIPAL ELECTION #LGE26
Emva konyulo loorhulumente basemakhaya amaqela ezopolitiko abambe iingxoxo zokuseka urhulumente wendibanisela koomasipala abaliqela, apho kungekho qela lifumene isininzi. Nangona kunjalo, ezi ngxoxo ziqhutywa kukho inkxalabo ngokungazinzi koorhulumente bendibanisela.
11:00
TRUFM: @TRUNEWS@SIX THE INDEPENDENTS MANIFESTO
umbutho The Independents, nogayela inkxaso kumasipala i Enoch Mgijima ophantsi komasipala wesithili iChris Hanii, oquka iidolophu ezifana neKomani, Cofimvaba, Middelburg, Tarkastad ukubala nje ezimbalwa wothula i Manifesto yawo ngelizwi likasekela sihlalo walombutho uNtozelizwe Tom
08:40
TRUFM: ELECTION DAY CROSSING, MNQUMA LOCAL
Intatheli yethu uNomzwanele Mngoma isiqukumbelele usuku lonyulo kwindawo yaku Centane, eGcuwa nase Dutywa....
03:38