LAPHUMA - ETHEKWINI COALITION

 

Amaqela ezopolitiko alungiselela iingxoxo zokulawula ngendibanisela kumasipala ombaxa eThekwini KwaZulu-Natal, apho kungekho qela liphumelele ngesininzi kunyulo loomasipala luka2026. IMK Party ibelelona qela liphumelele ngeevoti ezininzi, kodwa ukuseka kwayo urhulumente kuxhomekeke kwiingxoxo namanye amaqela ukuze ilawule ibhunga. Logama i-IFP isithi ikulungele ukuba liqela eliphikisayo kunokungena kulawulo lwendibanisela oluhexayo, iDA ithe ayizimiselanga ukusebenzisa ne MK Party kwane-EFF. UGcinokuhle Malinga uza nengxelo....

In 1 playlist(s)

SABC Iindaba - isiXhosa

SABC News in isiXhosa, bringing you the latest news, current affairs, elections and stories from Sou… 

Social links