

Isikhokelo KwezeMfundo 25 February 2026
Njengenxalenye yokuzinikela kwethu ekuqinisekiseni ukuba ulutsha, abantu abafuna umsebenzi, nabafundi ubomi babo bonke benza ukhetho olufanelekileyo,. Kwesi isiqendu, sijonga: ukucwangcisa ikhondo lomsebenzi njengelinye lawona manyathelo abalulekileyo abantu abatsha abanokuwathatha ukubumba ikamva …

IsikhokeloKwezemfundo 04 March 2026
Umxholo: Faka isicelo ngoku!! Ngomnyaka ka 2012 Isebe LezeMfundo eliphakamileyo noqeqesho lasungula inkqubo ejonge ukukhuthaza abafundi ingakumbi abo bakumabanga aphezulu ukuba bazifake ngethuba izicelo zokufunda khon'ukuze bangazifumani kwimityangampo yemigca yabo bakhangela izithuba zemfundo ebak…

Youth Ke Yona 04 March 2026
UHlahlo-lwabiwo-mali lweSizwe luka 2026, olunikezelwe nguMphathiswa u-Enoch Godongwana, lufike kwixesha elinzima kuMzantsi Afrika, nalapho kuhlenga-hlengiswa amatyala amadala aqikelelwa kwi-78.9% ye-GDP ngokuchasene neemfuno ezicinezelayo zoluntu olutsala nzima. Ngelixa uNondyebo / Treasury ebhiyo…

Navigating NSFAS
UMHLOBO WENENE FM DHET 11 FEBRUARY 2026 Navigating NSFAS SEASON 4 EP4

WORLD READ ALOUD DAY
WORLD READ ALOUD DAY 04 FEB 2026

UMHLOBO WENENE FM DHET 28 JANUARY 2025
Transitioning from School to PSET SEASON 5 EP2

UMHLOBO WENENE FM DHET 21 JANUARY 2025
UMHLOBO WENENE FM DHET 21 JANUARY 2025 Understanding your Matric results SEASON 5 EP1

SKA - World AIDS Day 2
World AIDS Day 2

SKA - Female condoms
Female condoms

SKA - World AIDS Day
World AIDS Day