EducationEducation

Youth Ke Yona 04 March 2026

View descriptionShare

UHlahlo-lwabiwo-mali lweSizwe luka 2026, olunikezelwe nguMphathiswa u-Enoch Godongwana, lufike kwixesha elinzima kuMzantsi Afrika, nalapho kuhlenga-hlengiswa amatyala amadala aqikelelwa kwi-78.9% ye-GDP ngokuchasene neemfuno ezicinezelayo zoluntu olutsala nzima. Ngelixa uNondyebo / Treasury  ebhiyozela intshiyekela yohlahlo lwabiwo-mali oluphambili kunye ne inflation yerhafu enxulumene nokunyuka kwamaxabiso kubantu, uluntu-kuquka undwendwe lwethu uLiso Mdutyana ovela kwiZiko lezoQoqosho (Institute for Economic Justice) baxoxa ukuba uhlahlo lwabiwo-mali lugcina "imeko ekhoyo" yobungqongqo, kunye nenkcitho yokwenyani ngomntu ngamnye ekuqikelelwa ukuba iyakwehla.
Umbuzo wosuku:  Njengoko sicalula iimpembelelo zokukhula koqoqosho kunye neenkonzo zoluntu, siyabuza: ingaba olu hlahlo-lwabiwo-mali lubonelela ngenene indlela eya kuhlumo olunenguqu, okanye ingaba lubashiya ngasemva abona bantu babuthathaka belizwe?

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Education

This program covers educational subjects
Social links
Recent clips
Browse 143 clip(s)