Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairsUmhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

APHA - UMXHOLO

View descriptionShare

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
678 clip(s)
Loading playlist
Esinye sezithembiso ezenziwa ngumongameli uCyril Ramaphosa ngethuba engena esikhundleni sakhe siquka, ukwenziwa kohlenga hliengiso kumasebe karhulumente - nalapho inani labaphathiswa lizakulungela ukufezekisa izidingo zabantu; kwaye kuqinisekiswe ukukhutshwa ngokufanelekileyo kwezixhobo zikarhulumente. Abanye abakhi mkhanyo banoluvo lokuba urhulumente udinga umongameli, abaphathiswa abalithoba kunye nabalawuli abongameleyo bamasebe kuphela. Oku kuphinde kwavuselela izimvo zokuba ikhabhinethi yelizwe ihleli inabantu abaninzi kakhulu kunabo badingekayo. Ukanti oku kuphinde kwasematheni ngethuba umphathiswa wesebe lezempilo uZweli Mkhize, enikwe ikhefu elikhethekileyo emva kwezityholo zokubandakanyeka kwibholo lokukhutshwa kwesiniki maxabiso kwinkampani yezonxibelelwano iDigital Vibes, ntoleyo ekhokhelele ekuchongweni kukamphathiswa uMamoloko Khubayi-Ngubane ukuba abambe njengo mphathiswa kweli sebe. Umbuzo ophambili nobalukileyo, ngowokuba ithini yona indima yosekela baphathiswa xa bengenokubambela ngethuba kusaqhutywa uphando ngakwabo babandakanyekayo.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

    678 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
Social links
Recent clips
Browse 1,463 clip(s)