INTRO: Iziko leenkcukacha manani eMzantsi Afrika, lidize ukwehla kohlumo loqoqosho loMzantsi Afrika, kwikota yokuqala ka 2024, ngomyinge ka 0.1 pesenti, nangona ulwabiwo mali lwalo nyaka, lwaaqikelela ukukhula koqoqosho ngomyinge ka 1.3 pesenti kunyaka ka 2024.