INTRO: Umba wesinyanzeliso semfundo esimahla emva kwenkqubo yengcinezelo eMzantsi Afrika, wabangundaba mlonyeni phakathi konyaka u2015-2017, ngethuba abafundi bamaziko emfundo awohlukileyo kweli bangena ezitalatwenni benyanzelisa ukunikwa imfundo emahala.