INTRO: Iziko iAllan Grey Orbis Foundation, limela abafundi bamabanga aphakamileyo kwingingqi yamazwe akumazantsi eAfrika ukuba bangenele ukhuphiswano olubizwa iAllan Gray Entrepreneurship Challenge. Olukhuphiswano luvuleleke kuzo zonke izikolo zamabanga aphezulu eMzantsi Afrika, kwaye kwezinye izinto ligxile ekufundiseni abantu abatsha ngotyalo mali noshishino.

ZYK - BOOK REVIEW - 99.9% TRUTH BY ZILUNGILE GANYAZA
08:56

APHA - TOPIC - SIU PSIRA AND UIF INVESTIGATION
24:44

ZIBUZWAKUTHI - CRIME YOUTH
10:24