INTRO:Umphathiswa wamapolisa uSenzo Mchunu unike ubungqina bokuba umongameli Cyril Ramaphosa wayenolwazi ngesigqibo sokubhangiswa kweqela elalijongene nokubulawa kosopolitiki. UMchunu uthi wadibana noMongameli uRamaphosa kweyoMqungu kulonyaka emva kokuchitha eliqela kweyo Mnga kunyaka ophelileyo.