Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWKUTHI - SHOOTING

View descriptionShare

Isebe lemfundo eMpuma Koloni liqinisekisile ukuba ibhubhile ititshala ebileqiselwe esibhedlele eMthatha, izolo kwisiganeko sokudutyulwa kweetitshala kwisikolo samabanga aphantsi eNtabankulu. Oku kuze emva kokuba isekela nqununu elinqunyanyisiweyo lingene ngenkani esikolweni ladubula iititshala ezingamanina ezimbini, ze emva koko lazibulala phambi kwabantwana besikolo. Umrhanelwa ebengaphandle nge bail emva kwezityholo zokudlwengula abantwana besikolo. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,826 clip(s)