ZIBUZWAKUTHI - WILLOWVALE MURDER

 

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
2,767 clip(s)
Loading playlist

Emva kwenyanga kugetyengwe usibonda uSiyabulela Simoki kunye nonina uNowisile Simoki komkhulu eNkonkwane kuGatyane, amapolisa ephondo iMpuma Koloni anqakule abarhanelwa abathathu nabaquka abantwana abangamakhwenkwe esikolo.