Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - WC HOUSING JUDGMENT

View descriptionShare
 

Inkundla yomgaqo siseko inike urhulumente weNtshona Koloni iinyanga ezintathu ukuba aqulunqe imigaqo-nkqubo yezindlu ezifikelelekayo eKapa, emva kokuba eli phondo lisilele ukulungisa iziphene zexesha localulo. Oku kuza nanjengoko urhulumente wengcinezelo wayedudulela abantu abamnyama kwiilokishi ukuze babekude kwiindawo zeengcungcu ezazibekelwe abantu abamhlophe kuphela. Lo mba wokungafikeleleki kwezindlu eKapa kudala ukhalazelwa luluntu, ntoleyo eyabangela ukuba abahlali nemibutho yeluntu imangalele urhulumente ngeli nyathelo. Esi sigwebo sisukela ekuthengisweni komhlaba eTafelberg ngo2016, nowawulungiselelwe ukwakhelwa koluntu izindlu ezifikelelekayo, kodwa oko kwaphelela emoyeni ze wathengiswa bucala. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,458 clip(s)