Amapolisa acaphule ukubaluleka kokuthembeka kwamagosa ezomthetho ekukhuseleni amanina nabantwana. Oku kuza nanjengoko kulindeleke ukuba omnye wabo avele kwinkundla kaMantyi eRandburg eRhawutini namhlanje. Eligosa nelikwisikhundla sika Lieutenant-General libanjwe izolo, ngezityholo ezoyamene nokuxhaphaza ngezesondo.