Umkomishinala wamapolisa eMpuma Koloni uGeneral Vuyisile Ncata, ukhwebe indibano nabeendaba namhlanje ngelizokunika ingxelo ngezakutsha nje kwityala lokubulawa koceba wakwa Ward 27 uSicelo Mleve. UMleve waadutyulwa wabulawa ngomhla wamashumi amabini kwinyanga ephelileyo, ngethuba esentlanganisweni nabanye awayesebenza nabo. Ukanti uNcatha uzakuchaza nangophando lwamanye amatyala okudutyulwa kwabantu ngesininzi kumasipala iNelson Mandela Bay.

APHA - TOPIC - JUSTICE AND PROTECTION UNDER LAW
29:08

APHA - MLEVE
03:13

ZIBUZWAKUTHI - WEEKLY WRAP
21:06