Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - NAPTOSA

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,417 clip(s)
Loading playlist

Umbutho wootitshala iNAPTOSA umemelela kwisebe lezothutho kwakunye nelo lemfundo esisiseko ukuba lize nezisombululo ezikhawulezileyo kwinto abayichaza njengentlekele kwinkqubo yokuthuthwa kwabafundi. Oku kuza emva kwengozi emasikizi eyehle eVanderbijlpark eGauteng izolo, nalapho kubhubhe abantwana abalishumi elinesibini. Kwangolusuku lunye koonzakele abantwana abasithoba ePinetown KwaZulu Ntal, emva kokuba isithuthi ebebekhwele kuso siphume endleleni sayokuntlitha umthi.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,806 clip(s)