Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - LITERACY

View descriptionShare

Namhlanje umphathiswa wesebe lemfundo esisiseko kuzwelonke uSiviwe Gwarube, usungula iphulo elibizwa: Funda Uphumelele National Survery, iFUNS ngamafuphi, nelihlola iziphumo zokufundela ukuqonda kubafundi abakumabanga aphantsi kuzwelonke, ngazo zolishumi elinanye iilwimi zeli ezisemthethweni. Kwilinge lokuqinisekisa ukuba abantwana abafunda uGrade 1 ukuya kutsho kuGrade 3 banesakhono sokufundela ukuqonda phambi kokuba banyukele kuGrade 4, isebe lemfundo esisiseko lisebenzisana noosozilwimi, neengcali zokuqokelela iinkcukacha khon' ukuze babeke umda wokufundela ukuqonda kula mabanga kuzwelonke. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene Current Affairs

    1,304 clip(s)

  2. SABC News Podcasts

    20,579 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,693 clip(s)