Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - COGTA

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,579 clip(s)
Loading playlist

Ikomiti yorhulumento ngobambiswano nemicimbi yemveli ePalamente isamkele isimemelelo sikamphathiswa wesebe lezemali uEnoch Godongwana, sokuba kuphononongwe inkxaso mali yoorhulumente basemakhaya kodwa babethelela ukuba kufuneka kubekho uhlengahlengiso kwabarhulumente ngokubanzi. Oku kuza nanjengoko umongameli weli uCyril Ramaphosa eqinisekisile ukuba kuzakubakho ungenelelo lukarhulumente kazwelonke koorhulumente basemakhaya, nanjengoko kukho ukusilela kokunikezelwa kweenkonzo kwakunye neminye imingeni equka iziseko ezingekho mgangathweni. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,970 clip(s)