Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - BIKO

View descriptionShare
 

Usapho lakwa Biko lusamkele isigqibo senkundla ephakamileyo yase Gqeberha, eMpuma Koloni,  sokumisa okwethutyana iinkqubo zophando ngokubhubha kwetshantliziyo lomzabalazo, uSteve Biko. Usapho lucele ukuba zinqunyanyiswe iinkqubo zolu phando khon'ukuze lufumane amaxwebhu abalulekileyo avela kuphando lwango 1977, kunye nophando lwekomishoni yenyaniso noxolelwaniso.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,852 clip(s)