Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - ANC SPECIAL MEETING

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,733 clip(s)
Loading playlist

Ukungabikho kozinzo phakathi kweqela iANC kunye nombutho wamaKomanisi oMzantsi Afrika, kuzakube kuphambili kwindibano ekhethekileyo yesigqeba esiphezulu seANC namhlanje. Oku kulandela isigqibo sokuzimela ngenkqayi elangeni kweSACP kunyulo loorhulumente basekhaya, nekulindeleke ukuba luqhutywe kulo nyaka. Iingcali zopolitiko zilumkise ngelithi ukuba awusingathwa ngendlela lomba, indibano yanamhlanje ingabonakalisa isiqalo sokuphela kobudlelane obungaphaya kwekhulu leminyaka ubudala obathi bamiselwa ngokusesikweni emva konyaka ka-1990. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,126 clip(s)