Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - TOPIC - PUBLIC SERVICE AMENDMENT BILL

View descriptionShare

INTRO: Zombini izindlu zowiso mthetho ziwupasisile umthetho sihlomelo weenkonzo zoluntu nolawulo  iPublic Service Amendment Bill ukutsho, kwaye kungoku nje ulinde ukutyikitywa nguMongameli weli uCyril Ramaphosa. Kulindeleke ukuba lo mthetho sihlomelo uze notshintsho olumandla kurhulumento loMzantsi Afrika, kwaye ubonwa njengeyona nguqu ebaluleke kakhulu susela oko eli lizwe laqala ukusebenzisa umgaqo-siseko weli phantsi kwenkqubo yolawulo lwentando yesininzi. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene Current Affairs

    1,305 clip(s)

  2. SABC News Podcasts

    20,612 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,694 clip(s)