Intro: Umntu ozakungena ezihlangwini zika Floyd Shivambu njengonobhala jikekelele kumbutho woMkhonto Wesizwe, kufuneka ibengumntu ozakukwazi ukusebenza ngokusondeleneyo noJacob Zuma, kodwa okuzakubaluleka nangakumbi kufuneka ibekwangumntu ozakuthandwa ngamalungu ombutho.