trufm Current Affairstrufm Current Affairs

Witness A continues with his testimony on the Madlanga Commission.)

View descriptionShare

Ingqina elichazwa ngo "Witness A" liyakuqhuba nokunika ubungqina kwikomishini yophando kaMadlanga ePitoli. Lo mcuphi onikwe uxanduva lokuphanda imikhambathi yolwaphulo-mthetho ungenise ingxelo eyothusayo izolo, neziquka unxulumano phakathi kwamagosa aphezulu kwinkonzo yesipolisa, nabantu abathile abatyholwa ngokuba ngongqondo-ngqondo kwizenzo zolwaphulo-mthetho. Kubungqina bakhe, uWitness A uveze ukuba umpu owasetyenziswa ukubulawa kweNjineli yase-Vereeniging u-Armand Swart ngo-April ka 2024, unxulunyaniswa nothotho lwezinye iziganeko zolwaphulo mthetho eziquka ukubulawa kukaOupa Sefoka owayesaziwa ngoDJ Sumbody kunye noDJ Vintos. Ayabonga Kekana uncokola noSibahle Motha…

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,167 clip(s)