Isigaba sokuqala sophando oluvulwe ngokutsha ngokubhubha kwamatshantliziyo amane aziwa njenge Cradock four, siqukunjelwe kwinkundla ephakamileyo yaseGqeberha, eMpuma Koloni. Olu phando luvulwe ngokutsha ukuqwalasela iziganeko zokubulawa kwalamatshantliziyo awayechasene nengcinezelo ngonyaka ka 1985, naquka uMatthew Goniwe, Fort Calata, Sparrow Mkhonto, kunye noSicelo Mhlauli, nekutyholwa ukuba babulawa ngamapolisa orhulumente wengcinezelo. Olu phando lukwanika ithuba amalungu eentsapho zalamatshantliziyo ukuba zinike ubungqina okokuqala. Uphando lukwabandakanya ukutyelela kwiindawo ezithile eNxuba, eyayisakuba yiCradock, naseGqeberha apho imizimba yesisine yafunyanwa khona. USisipho Ngcumbe usilungiselele le ngxelo...

NEWS REVIEW - State of South African Defence Force and its deployment to assist SAPS in combating crime
53:03

INTERCHANGE - Preview of SANDF Arms Day in Thohoyandou
04:22

30 MINUTES LIVE - SADTU outraged at SACE's decision to impose a monthly subscription fee to educators
06:58