TRUNEWS@6-Constitutional Court has ruled in favour of the ANC

View descriptionShare
 

Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngecala le-ANC, nalapho ivumele ukuba abagqatswa balo mbutho abayi-181, nabebekhatyiwe ngaphambili yikomishoni ezimeleyo yezonyulo ukuba bazigqatse kunyulo loorhulumente basekhaya oluza kubanjwa ngomhla wesine kwinyanga ezayo. Le nkundla ikwavumele ukwamkelwa kwengxelo efungelweyo efakwe emva kwethuba, ngelithi olu libaziseko lube luncinane, izizathu eziye zafakwa ziyanelisa, kwaye ayikhange idale ukuba kwenzelwe ifeya icala elinye. Usosiba-jikelele we-ANC, uFikile Mbalula, uye wafikelwa lufefe ngethuba ethetha namajelo eendaba emva kwesi sigwebo, waze waquleka emva koko. UVuyolwethu Mabeqa uza nengxelo esiyiqulunqelwe nguSibahle Motha...  

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 3 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,447 clip(s)