trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Can gender bias gap be bridged by AI in the workplace?

View descriptionShare
 

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
909 clip(s)
Loading playlist

Kusabonakala kuyingxaki ukungalingani phakathi kwamadoda nabasetyhini kwixesha esiphila kulo, ingakumbi kwiindawo zengqesho nalapho ingamadoda afumana ingqwalasela kakhulu kwizinto ezifana nezikhundla eziphezulu, nemivuzo ethe xhaxhe. Oku kunefuthe elikhulu kwi artificial intelligence, noninzi ebelulindele ukuba ingancedisa ukukuphelisa, kuphelise nomkhethe. Kodwa kusabonakala kusenzima oko njengokuba kwaa inkqubo ezi ze AI zibonisa impembelelo yomsebenzi wamandulo, kuba yenziwe ziinkcukacha ebezikade zikho kwixesha elingaphambili. Kwinkomfa ebibanjwe yibhodi ejongene nolawulo lokuthengwa kwemveliso neenkonzo yoMzantsi Afrika (i SAPICS) kwiintsuku ezidlulileyo, kuvele ukuba  umkhethe kwi AI awubangelwa kukusetyenziswa kobuchwepheshe kodwa zizithethe zokusebenzisa inkqubo endala. Kuloko ke sigqibe kwelokuba makhe sincokole banzi ngalo mba. U-Amanda Xhala uthethe nomlawuli kwibhodi yakwa SAPICS, uRegina Naicker....

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,363 clip(s)