Onqunyanyisiweyo njengosekela-mkomishinala wamapolisa uGeneral Shadrack Sibiya, uyaqhuba nokunika ubungqina kwikomishini yophando kaMadlanga ePitoli. USibiya utyholwa ngokuba nobudlelane nabatyholwa ngokubayinxalenye yomkhambathi woonqevu ongenelele kwinkonzo yesipolisa, u-Vusumuzi "CAT" Matlala kunye noKatiso "KT" Matlala. Izityholo ezivele phambi kwale komishoni zezokuba uMatlala kunye noMolefe banika uSibiya imali kuba befuna ukhuselo ekubanjweni kwimikhuba yabo yolwaphulo-mthetho. Emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe intatheli yeli jelo, uSibahle Motha…

TRUNEWS @6 - The Eastern Cape Department of Transport will roll out a series of targeted roadblocks across key routes in the province
05:57

We speak with the CRL Commission on what should be done to protect congregants from cult churches
09:12

Commuters may have to pay more as fuel hikes affect the taxi industry
06:49