Kwizikroxo ezisondele kumawaka amabini (1 730) kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay eMpuma Koloni, zisondele kumakhulu amathathu (293) kuphela ezibhaliswe ngokusemthethweni. Oku kwenzeka nangona umda owabekwayo wokuba zonke iSpaza Shops kweli zibe zibhalisiwe uphele kwiinyanga ezintathu ezidlulileyo. Ikhwelo lokubhalisa izikroxo leza emva kokubhubha kwabantwana abangapha kwamashumi amabini kwimimandla eyohlukileyo eMzantsi Afrika, kwizityholo zokuba batya iimveliso zokutya abazithenga kwizikroxo; nekukholeleka ukuba zazinetyhefu. Ayabonga Kekana uncokole nolilungu lekomiti kaSodolophu kwicandelo elijongene nobonelelo lwenkonzo zempilo, uTshonono Buyeye…

Latest on US and Iran war
12:19

INTERCHANGE - Book Review with Alulutho Majali the author of the book called "The SEED".)
08:20

TRUNEWS @6 - The Eastern Cape Department of Transport will roll out a series of targeted roadblocks across key routes in the province
05:57